Standing together against rape

Duration:3min 46 sec

Transcript

THANDI: UNosisi Nangu nowongamele icala elijongene nokuxhaphazwa kwabantu ngesondo kwakunye neenkonzo zoluntu kwiThuthuzela Care Centre eMdantsane uthi icandelo likazwelonke lotshutshiso lizama unako nako ukuba linciphise izenzo zokudlwengulwa kwabantu.

 Translation: Nosisi Nangu is the Site Coordinator for Sexual Offences and Community Affairs at Thuthuzela Centre in Mdantsane where a joint campaign with the National Prosecuting Authority is underway to help reduce the number of rapes in the area.

Translation:  NOSISI: Siyacela bahlali boomama yizani ngaphambili nabantwana benu, wonke umntu othe wahlukunyezwa makaze ngaphambili makangahlali phantsi and enye into makathi xa ethe wenziwa into, wahlukunyezwa makangahlambi angahlambi nepanty leyo yakhe makangayihlambi makeze nayo ngaphambili yeyona nto izakusinceda kakhulu iinike i-evidence esizakuyisa nase court isilungielele. Siyacela bahlali sanukuhlala phantsi yizani ngaphambili.  

Translation: We are pleading with you parents especially mothers and the society as a whole to come forward with your children and report rape cases. This is a call to everybody who becomes a rape victim.   It is very important not to wash your panty and don’€™t bath after you’€™ve been raped. By so doing you’€™ll have evidence and   proof in court. We beg you to come to the centre.

THANDEKA: Umba wokunqongophala kwabasebenzi bezempilo kuba yingxaki kodwa uNosisi uthi ngoku bongezelelwe ii-psychologists zezona zithi zibe likhubalo kumaxhoba.

Translation: Nosisi says the appointment of additional psychologists[for counselling rape survivors] has made their task much easier because these are they can give confidence to the survivors.

NOSISI: Ukuncedisana nathi kulo msebenzi esiwenzayo wokujongana neevictims siye songezelelwa neepsychologists ezikwaziyo into yokuba mazimnqonqe umntana ikakhulu, because umntana ngelinye ixesha akafuni ukuthetha ukuthi ndenziwe into ethile so siye simthumele kwii psychologists apho ke zezona zizokukwazi into yokuba zimqonqe ngandlela zonke into yokuba makade akwazi into yokuba makathethe zimnike I-play therapy then akwazi ke ngoku ukub aumntwana makathethe lonto afuna ukuyithetha. Abanye baye baphume beze entweni, athethe nyani umntwan into yokuba ndenzwe into

ethile ngutatomkhulu, ndenzwe into ethile ngumalume yonke lonto. Ii-psychologists esinazo ke apha ziyi two.

Translation: To assist us in making progess in the work that we do, we received two additional psychologists.   These are the people who prepare our victims especially children who at times are reluctant to open up and tell the whole story of what has happened. Psychologists are skilled to encourage the victims so that they can spit out the pain they are feeling. It is through play therapy that a child is able to talk and some children end up talking freely after this session, helping us with information as to who really are the perpetrators, often their grandfathers or uncles.

THANDEKA: Ingaba ke ngoku intsebenziswano yenu namapolisa injani?

Translation: How is the working relationship with police?

NOSISI: Inkulu kakhulu intsebenziswano yethu namapolisa. Sisebenzisana kakhulu namapolisa especially amapolisa akwa FCS ngu Family Child and Sexual Offences Unit. Sisebenzisana kakhulu nabo zii- investigators zethu.

Translation: We have a great working relationship with police. We work well with them especially the Family Child and Sexual Offences Unit. Those are our investigators.

THANDEKA: Ngoku ke intsebenziswano yenu injani ke phakathi kwenu noluntu?

Translation: And the relationship with your community?

NOSISI: Inkulu kakhulu, because bayayibona ngoku into yokuba izinga le rape, lee cases zabo liyenyuka. Bayabona ngoku ukuba ikhona into eyenzekayo kwii cases zabo. Ukuba umntu u-report(ile) icase yakhe qho ngenyanga thina into esiyenzayo ndine Victin Assistant Officer sibabhalela ileta   ukumxelela umntu ukuba kuqhubeka ntoni na ngoku kwi case yakho kanti ke ngela xesha lokuqala umntu ebevela angayazi nokuba kuqhubeka ntoni na nokuba kwenzeka ntoni na. So into esiyenzayo okanye ukuba umntu une phone simphone(le) simxelele ukuba icase yakhe ime ngolu hlobo. Sinonxulumelwano nabo bayabona ke ngoku ukuba iicase zabo zihambela endaweni and ziyakhawuleza nokuba mazixoxwe icase nokuba nesigwebo ukuba sikhawuleze.

Translation: There is a great co-operation, because the police see the escalation of rape incidents and the increase in their case loads. At least now they see that something is being done about their cases. For instance, the Centre contacts those who have reported cases and each month gives them an update of progress on their case.

THANDEKA: USibongile Cebekhulu wase Thuthuzela Care Centre uthi kusekuninzi ekufuneka bekwenzile ukwazisa uluntu ngoncedo olufumanekayo xa ubani ethe wadlwengulwa.

Translation: Sibongile Cebekhulu of Thuthuzela Care Centre adds that there’€™s still a lot that they have to do to help their community. She says they are planning more rape crisis awareness campaigns.

SIBONGILE: Ebesisakwenza at the moment like last year besenze I-awareness campaign with i-community and sa-invite(a)   different schools and different people from around Mdantsane but for this year sisa plan(e) futhi again ukuthi siqhubekele phambili sihambele izikolo thina ngokwethu singa expect ukuthi beze kuthina at the end of the day abanye abantu abanalo ixesha so it’€™s up to us as i-centre ukuthi sithi reach out to them.

Translation: Last year we held awareness campaigns with different communities and we invited different schools and different people from in and around Mdantsane. We are still planning for more campaigns where we will visit schools. We need to go to them because we know that some people don’€™t have time to come to us, so we will try and reach out to them.

E-mail Thandeka Teyise

Author

  • Health-e News

    Health-e News is South Africa's dedicated health news service and home to OurHealth citizen journalism. Follow us on Twitter @HealtheNews

Free to Share

Creative Commons License

Republish our articles for free, online or in print, under a Creative Commons license.


Related

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Stay in the loop

We love that you love visiting our site. Our content is free, but to continue reading, please register.

Newsletter Subscription

Enable Notifications OK No thanks