Umzantsi Afrika umaxhaphetshu uzamazamana namacebo okuvelisa ichiza lokugonya intsholongwane kagawulayo (ivaccine). Ziidyunivesithi ezithile zalapha eMzantsi Afrika zibambisene neNational Institute for Virology of South Africa nenguvimba weemveliso nophuhliso lwamachiza okugonya nasePitoli.

UThandeka Teyise khe waphanda ngokucingwa luluntu ngonyo olusazanywayo.

This audio report is presented  in Xhosa.

Duration: 4 minutes, 15 seconds.

To obtain a copy of this audio please send a request to Health-e

Author