Teenager supports mum

Transcript:

THANDEKA:UZanele uthi ukuba nomzali ophila netsholongwane kagawulayo kungaba yintlungu xa omnye enayo abe omnye angaphilinayo. Uthi noko kunjalo uyavuya kuba ngoku umama wakhe uzakuqala ukuthabatha izithomalalisi kugawlayo.

Translation: Zanele says to have one HIV positive parent whilst the other is HIV negative can be painful but asking where her mother contracted the HI virus will not take it away. She says she’€™s happy that her mother will finally start taking ARV drugs.

 ZANELE: Ndiyavuya kuba kaloku it’€™s possible ukuba aphile ubomi obude so ndiyavuya kengoku mna.

Translation: I am happy that she’€™s on ARVs that will make it possible to live longer.

 THANDEKA: Uthi akazange afundiswe nto ngogawulayo nokunonophela ophila naye kodwa uyakwazi ukuncedana nomama wakhe ophila nalentsolongwane.

Translation: She says she hasn’€™t received any training on how to care for people with HIV patients but so far she hasn’€™t encountered any problems.

 ZANELE: Amayeza akhe ndawabona ukuba wenza njani ndafunda ke ngoku pha kuye ukuba uwatya njani amayeza akhe naye kwezinye izinto uyandi educate(a) ngokwakhe

Translation: I saw her medicines and I learnt from her as she takes her doses.

 THANDEKA: Ingaba i-HIV uyayazi yintoni?

Translation: Do you know what HIV is?

 ZANELE:Ewe, like ewe yi virus ye disease enganyangekiyo qha ke ii-ARV’€™s aziyinyangi more than ukuba ziyihlisa ezantsi. Le nto izakubangela ubomi bakhe bube bude ndiyayivuyela lonto nam and ziyanceda kaloku ii-ARV’€™s ndiyathandaza nam ukuba zimncede.

Translation: Yes, I know it’€™s a virus and a disease that is incurable but ARV’€™s can make a difference.

 THANDEKA: Uzakunikwa uxanduva lokuba umjonge ke ngoku um-monitor(ishe) kwezi ARV’€™s ingaba ukulungele oko?

Translation: Now that you will be responsible for your mother’€™s health and you’€™ll be monitoring her on ARV treatment. Do you think you’€™ll manage to do that?

 ZANELE: Always ndzobe ndikhona. Ndiyavuya ezakuncedwa ndim umamam, I’€™m ready.

Translation: I will always be there for her and I’€™m happy that I’€™ll be the one who will be helping my mom. I’€™m ready.

 THANDEKA: Ingaba njengokuba ningabantwana bakhe niyithatha njani iyonke lento noyi seven njengokuba nibayiseven?

Translation: How do you and your seven siblings perceive your mother’€™s HIV positive status?

 ZANELE: Mandithi asiyi mind(eli) kuba naye akayifihli uthetha nje so kengoku asiyithathi ukuba yinto enkulu siyam understand(a) akukho nto itshintshileyo usengumama sozaphinde atshintshe kaloku ukuba ngumama.

Translation: Let me say we don’€™t mind the fact that she’€™s HIV positive because she talks about it and we understand her. There’€™s nothing that can change that she’€™s our mother, she’€™s still our mother.

 THANDEKA:Njengo Zanele ke ngoku wena uyazi kengoku okay umamam uphila nalentsholongwane mhlawumbi kubanjani kwabanye abantwana your friends bayayazi?

Translation: As Zanele that knows my mom is HIV positive how does it feel and how do other children especially your friends treat you? Do they know about your mom’€™s status?

 ZANELE: I didn’€™t tell all my friends about umamam naseskolweni andikabaxeleli abantwana baseskolweni iyi one itshomi yam eyaziyo ezinye ke ziva xa ethethayo aph’€™endlini kuba uyathanda ukuthetha ngayo.

Translation: I didn’€™t tell all my friends about my mom even at school I haven’€™t told my friends but I confide to one friend. But others hear when my mom talks about AIDS because she’€™s open and likes to talk about it.

 THANDEKA: So bakuthatha njani ke abo?

Translation: How do they perceive you?

 ZANELE:   Andibazi but uya understand(a) lona ndimxeleleyo.

Translation: I don’€™t know but the friend I confided to understands.

 THANDEKA: Sometimes it’€™s difficult andithi, ukwazi ukuba okay umamam uphila nalentsholongwane you tend to ask iiquestions ayikhe ifike lonto kuwe?

Translation: Isn’€™t it difficult to know that your mom is HIV positive, don’€™t you ask yourself questions?

 ZANELE: Iya fika sometimes, sometimes andiyihoyi ncam man wethu lanto ukuba ephila nentsholongwane ndimthatha normal. Iyafana nokuba nidnga yi ask(a) loo question to myself akukho mntu ozakuphinda ayi answer(ishe).

Translation: Sometimes I question myself what could have happened but I make it a point not to take it too seriously. I take her as a normal person and I don’€™t’€™ see her as a person living with HIV. Even if I can ask myself those questions there’€™s nobody that will give me a definite answer.

 THANDEKA: Ingaba ikhona nje into onokuyithetha kubanye abantwana abanabazali abaphila nalentsholongwane?

Translation: What can you tell other children whose parents are HIV positive. A word of advice.

 ZANELE: Okay, i-advise yam kukuba abazali benu bahoyeni ningabalahli usengumzali wakho xa epositive it doesn’€™t mean ukuba akasengo mzali wakho.

Translation: Okay, my advice is that you should take care of your parents and don’€™t abandon them when they are HIV positive, it doesn’€™t change a fact that she or he is not your parent.

 THANDEKA:Ingaba ke yintoni ekomelezayo okanye i-lesson oyifundileyo.

Translation: What gives you strength and what lesson have you learnt?

 ZANELE: Mna ilesson endiyifundileyo kukuba ndincede abantu and ngaphezulu umntu o-HIV uyafana nawe and please guys umntu a-condomise because iyaphila intsholongwane, iyaphila and ize for ukuzoku destroy(a) umntu   but ke mna ndiyabelieve(a) ukuba uYesu wam uzakumphilisa umama wam.

Translation: The lesson I’€™ve learnt is to help people especially an HIV infected person. HIV positive people are just like you and me. I would appeal to you all to please condomise because the virus is alive and it’€™s here to destroy people but I believe that my Jesus will save my mom.

E-mail Thandeka Teyise

Author

  • Health-e News

    Health-e News is South Africa's dedicated health news service and home to OurHealth citizen journalism. Follow us on Twitter @HealtheNews

Free to Share

Creative Commons License

Republish our articles for free, online or in print, under a Creative Commons license.


Related

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Stay in the loop

We love that you love visiting our site. Our content is free, but to continue reading, please register.

Newsletter Subscription

Enable Notifications OK No thanks